Home Music Video Rebecca Malope – Umoya Wam

Rebecca Malope – Umoya Wam

0
Rebecca Malope Umoya Wam Mp3 Download
Rebecca Malope Umoya Wam Mp3 Download

Check out the amazing gospel music by Rebecca Malope Umoya Wam.

South African Talented Christian Gospel music singer and Songwriter, Rebecca Malope has dropped this powerful gospel music which she titled Umoya Wam“. And it’s right available here for download for your free and fast download!.

Listen And Share Your Thoughts Below!

STREAM/DOWNLOAD MP3

[ Music Lyrics ]

Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Hlala nayo nkosi
Oh iyakusiza
Kuzo zonke inkinga
Ohlangabezana nazo
Mina ngiyazi
Yebo mina ngiyazi
Sekuze kwalapha kunguye uholi wamm
Khuseleko lwami luse zandleni zakho
Hlala kunye nami kuzo zonk’indawo
Noba ngiphi
Ewe noba ngiphi
Ngaso sonk’iskhathi ohlala ndikuthandaza
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Eh moya wami kunomsindisi
Abukho ubunzima
Ongeke ubufeze
Ekuhambeni nasekuphumleni
Uyinkosi yamakhosi
Ilizwe malimdumise
Kothi kofik’ixesha
Ixesha lokuza khwakhe
Ndobe ngilindile nesibane sami
Ngoba ukholo lwam lobe lufezekile
Ngayo yelo mini yokufika kwakhe
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam (moya wam moya wam bolalel’uJesu qha)
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha
Moya wam moya wam bolalel’uJesu qha

 

 


Join our WHATSAPP WHATSAPP CHANNEL or TELEGRAM CHANNEL for instant updates

Leave A Reply

Please enter your comment!
Please enter your name here